Monday 12 November 2012

AmaTolo

AmaTolo akwaNongwandla
Tolo, Nongwndla, Mchenge, Bhanekazi, Ngwenyankomo, Dlangamandla, Zulu, Mfingo, Vumba lempongo liyanuka,
Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibon’ umnt’ ozayo,
Nozinja ziyaqhingana kanti zenz’ umntwana,
Umlamb’ awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made,
Nkomo zikaGaxaza,
Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana,
Bona babasa amadaka eenkomo zabo,
Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.

No comments:

Post a Comment